IKopano Matlwa
uKopano Matlwa (owazalwa ngo-1985) ungumbhali nogqirha waseMzantsi Afrika, owaziwa ngenoveli yakhe ethi Spilt Milk,egxile kwisizukulwana esizelwe sikhululekile saseMzantsi Afrika esithi "Born Free", kanye neCoconut, inoveli yakhe yokuqala, ethetha ngengxaki zobuhlanga, isigaba, kanye nokwenziwa kwamakoloni kwiGoli yamaxesha angoku. UCoconut wanikwa imbasa ye European Union Literary award ngo-2006/2007 waphinda wazuza imbasa yeWole Soyinka Prize yencwadi eAfrika ngo-2010. I-Spilt Milk yayikwuluhlu olude lwe mbasa ye Sunday Times Fiction ka-2011.
Kopano Matlwa | |
---|---|
Kopano Matlwa in 2015 | |
Ubezalwa |
1985 (yobudala 39–40) South Africa |
Umsebenzi | Novelist, physician |
Genres | Fiction |
Imikhiqizo | Coconut, Spilt Milk |
[<span%20class="url">[1] www.kopanomabaso.com%20www.kopanomabaso.com]] |